Yobhi 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uyazi kakuhle indlela endiyithabathayo.+Emva kokuba endivavanyile, ndiya kuphuma ndinjengegolide.+ INdumiso 37:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYehova uyayiqonda imihla yabo bangenamposiso,+Nelifa labo liya kuqhubeka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Yeremiya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye wena, Yehova, undazi kakuhle;+ uyandibona, kwaye uyigocagocile intliziyo yam ngokumanyene nawe.+ Bakhethe njengezimvu zokuxhelwa,+ uze ubabekele bucala ukulungiselela umhla wokubulawa. 2 Timoti 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noko ke, simi ngokuqinileyo+ isiseko sikaThixo, esitywinwe kwathiwa: “UYehova uyabazi abakhe,”+ nokuthi: “Wonk’ ubani obiza igama likaYehova+ makalahle intswela-bulungisa.”+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
10 Kuba uyazi kakuhle indlela endiyithabathayo.+Emva kokuba endivavanyile, ndiya kuphuma ndinjengegolide.+
18 UYehova uyayiqonda imihla yabo bangenamposiso,+Nelifa labo liya kuqhubeka ukusa kwixesha elingenammiselo.+
3 Yaye wena, Yehova, undazi kakuhle;+ uyandibona, kwaye uyigocagocile intliziyo yam ngokumanyene nawe.+ Bakhethe njengezimvu zokuxhelwa,+ uze ubabekele bucala ukulungiselela umhla wokubulawa.
19 Noko ke, simi ngokuqinileyo+ isiseko sikaThixo, esitywinwe kwathiwa: “UYehova uyabazi abakhe,”+ nokuthi: “Wonk’ ubani obiza igama likaYehova+ makalahle intswela-bulungisa.”+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+