INdumiso 31:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amaxesha am asesandleni sakho.+Ndihlangule esandleni seentshaba zam nakwabo bandisukelayo.+ Yeremiya 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wazile wena.+ Owu Yehova, ndikhumbule+ uze uphethulele ingqalelo yakho kum undiphindezelele kubatshutshisi bam.+ Ngokuzeka kade umsindo wakho musa ukundisusa.+ Kuphawule ukuthwala kwam ungcikivo ngenxa yakho.+ Roma 8:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngokwahlukileyo koko, kuzo zonke ezi zinto siphumelela soyise ngokupheleleyo+ ngaye lowo wasithandayo. 2 Korinte 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 siyatshutshiswa, kodwa asishiywa enyanyeni;+ siphoswa phantsi,+ kodwa asitshatyalaliswa.+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
15 Wazile wena.+ Owu Yehova, ndikhumbule+ uze uphethulele ingqalelo yakho kum undiphindezelele kubatshutshisi bam.+ Ngokuzeka kade umsindo wakho musa ukundisusa.+ Kuphawule ukuthwala kwam ungcikivo ngenxa yakho.+
37 Ngokwahlukileyo koko, kuzo zonke ezi zinto siphumelela soyise ngokupheleleyo+ ngaye lowo wasithandayo.
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+