INdumiso 89:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Bonke abo badlula ngendlela bamphangile;+Uye waba lungcikivo kubamelwane bakhe.+ Yeremiya 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ubuncwane nobutyebi bakho ndiya kubunikela ukuba buphangwe,+ kungekhona ngexabiso, kodwa ngazo zonke izono zakho, kuyo yonke imimandla yakho.+
13 Ubuncwane nobutyebi bakho ndiya kubunikela ukuba buphangwe,+ kungekhona ngexabiso, kodwa ngazo zonke izono zakho, kuyo yonke imimandla yakho.+