1 Kumkani 22:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 UYehoshafati wenza iinqanawa zaseTarshishe+ ukuba ziye kuthabatha igolide kwaOfire; kodwa azizange ziye, ngenxa yokuba iinqanawa zazaphukile e-Etsiyon-gebhere.+ Isaya 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 naphezu kweenqanawa zonke zaseTarshishe+ naphezu kwezikhephe zonke ezinqwenelekayo. Yeremiya 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengomoya wasempuma ndiya kubachithachitha phambi kotshaba.+ Ndiya kubabonisa umhlana, kungekhona ubuso,+ ngomhla wentlekele yabo.” Hezekile 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘“Abo bakubheqelayo bakuzisa emanzini amaninzi.+ Umoya wasempuma wakwaphula entliziyweni yesithabazi solwandle.+
48 UYehoshafati wenza iinqanawa zaseTarshishe+ ukuba ziye kuthabatha igolide kwaOfire; kodwa azizange ziye, ngenxa yokuba iinqanawa zazaphukile e-Etsiyon-gebhere.+
17 Njengomoya wasempuma ndiya kubachithachitha phambi kotshaba.+ Ndiya kubabonisa umhlana, kungekhona ubuso,+ ngomhla wentlekele yabo.”
26 “‘“Abo bakubheqelayo bakuzisa emanzini amaninzi.+ Umoya wasempuma wakwaphula entliziyweni yesithabazi solwandle.+