Isaya 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Yizani, ke, silungelelanise imicimbi phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zingqombela, ziya kwenziwa mhlophe njengekhephu;+ nangona zibomvu njengelaphu elibomvu ngokungqombela, ziya kuba njengoboya. 1 Korinte 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+
18 “Yizani, ke, silungelelanise imicimbi phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zingqombela, ziya kwenziwa mhlophe njengekhephu;+ nangona zibomvu njengelaphu elibomvu ngokungqombela, ziya kuba njengoboya.
11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+