IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 52:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ulwimi lwakho luceba intlekele, lulolwe njengencakuba,+

      Lusebenza inkohliso.+

  • INdumiso 55:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Agude ngakumbi kunebhotolo amazwi omlomo wakhe,+

      Kodwa intliziyo yakhe ityekele ekulweni.+

      Amazwi akhe athambe ngakumbi kuneoli,+

      Kodwa angamakrele arholiweyo.+

  • INdumiso 64:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Abalulole kanye njengekrele ulwimi lwabo,+

      Abalujolisileyo utolo lwabo, intetho ekrakra,+

  • IMizekeliso 25:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Unjengegqudu lokulwa nekrele notolo oluloliweyo umntu ongqina ubugqina bobuxoki ngedlelane lakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share