2 Kronike 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Owu Thixo wethu, akuyi kuphumeza umgwebo na phezu kwabo?+ Kuba asinamandla phambi kwesi sihlwele sikhulu esiza nxamnye nathi;+ yaye thina asikwazi oko simele sikwenze,+ kodwa amehlo ethu akhangele kuwe.”+ INdumiso 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo am ahlala ekhangele kuYehova,+Kuba nguye okhupha iinyawo zam emnatheni.+ 2 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+
12 Owu Thixo wethu, akuyi kuphumeza umgwebo na phezu kwabo?+ Kuba asinamandla phambi kwesi sihlwele sikhulu esiza nxamnye nathi;+ yaye thina asikwazi oko simele sikwenze,+ kodwa amehlo ethu akhangele kuwe.”+
10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+