IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ngokuqinisekileyo ndoninika iziphango zenu zemvula ngexesha lazo elifanelekileyo,+ lize ilizwe lininike ngenene imveliso yalo,+ nemithi yentsimi ivelise iziqhamo zayo.+

  • INdumiso 85:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwakhona uYehova uya kunikela okulungileyo,+

      Nelizwe lethu linikele imveliso yalo.+

  • Isaya 30:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye ngokuqinisekileyo uya kuyinika imvula imbewu yakho oyihlwayeleyo emhlabeni,+ nesonka njengemveliso yomhlaba, otyebileyo noneoli.+ Imfuyo yakho iya kudla ngaloo mini kwidlelo eliphangaleleyo.+

  • Hezekile 34:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Nomthi wasendle umele unike isiqhamo sawo,+ nelizwe liya kunikela imveliso yalo,+ yaye okunene ziya kuba semhlabeni wazo zinqabisekile.+ Ziya kwazi ukuba ndinguYehova ndakuzaphula iidyokhwe+ zazo kwaye ndizihlangule esandleni sabo babezisebenzisa njengamakhoboka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share