Isaya 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ubungendawo buyavutha kanye njengomlilo;+ buya kuwadla buwagqibe amatyholo anameva nokhula.+ Buya kutshisa ezintshinyeleni zehlathi,+ yaye ziya kuthwalelwa phezulu njengomqulu womsi.+ Hoseya 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ke uya kuba njengamafu akusasa+ nanjengombethe omka ekuseni; njengomququ ophetshethwa sisaqhwithi kwisanda+ nanjengomsi ophuma kumngxuma wophahla.
18 Kuba ubungendawo buyavutha kanye njengomlilo;+ buya kuwadla buwagqibe amatyholo anameva nokhula.+ Buya kutshisa ezintshinyeleni zehlathi,+ yaye ziya kuthwalelwa phezulu njengomqulu womsi.+
3 Ngoko ke uya kuba njengamafu akusasa+ nanjengombethe omka ekuseni; njengomququ ophetshethwa sisaqhwithi kwisanda+ nanjengomsi ophuma kumngxuma wophahla.