Nahum 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe. 2 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+
6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.
9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+