IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Nize niwafundise oonyana benu, uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho nasekuhambeni kwakho ngendlela nasekulaleni kwakho nasekuvukeni kwakho.+

  • Yoshuwa 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ukuze oku kube ngumqondiso phakathi kwenu.+ Ukuba kunokwenzeka oonyana benu babuze kwixesha elizayo, bathi, ‘Kutheni ninala matye nje?’+

  • INdumiso 71:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Owu Thixo, musa ukundishiya ndide ndibe mdala ndibe nezimvi,+

      De ndixelele izizukulwana ngengalo yakho,+

      Kubo bonke abo baza kuza, ngamandla akho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share