INdumiso 45:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kulikhankanya igama lakho kuzo zonke izizukulwana ezizayo.+Kungenxa yoko le nto izizwana ziya kukubonga ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade. INdumiso 145:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izizukulwana ngezizukulwana ziya kuyincoma imisebenzi yakho,+Ziya kuzixela izenzo zakho zamandla.+ Isaya 43:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 abantu endiziyilele bona, ukuze babalise indumiso yam.+
17 Ndiya kulikhankanya igama lakho kuzo zonke izizukulwana ezizayo.+Kungenxa yoko le nto izizwana ziya kukubonga ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.