Eksodus 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Uze uthi kuFaro, ‘Utsho uYehova ukuthi: “USirayeli ngunyana wam, izibulo lam.+ Isaya 49:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke kaloku uthe ngam uYehova, Lowo wandiyila kwasesiswini ukuba ndibe ngumkhonzi wakhe,+ makubuyiselwe kuye uYakobi,+ ukuze uSirayeli ahlanganiselwe kuye.+ Yaye ndiya kuzukiswa emehlweni kaYehova, noThixo wam uya kuba ngamandla am.
5 Ke kaloku uthe ngam uYehova, Lowo wandiyila kwasesiswini ukuba ndibe ngumkhonzi wakhe,+ makubuyiselwe kuye uYakobi,+ ukuze uSirayeli ahlanganiselwe kuye.+ Yaye ndiya kuzukiswa emehlweni kaYehova, noThixo wam uya kuba ngamandla am.