Amosi 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+
9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+