Yohane 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+
17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+