IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+

  • INdumiso 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Sukuma, Yehova, emsindweni wakho;+

      Ziphakamise ekudubulekeni kokuvutha komsindo wabo babonisa ubutshaba kum,+

      Vuka ngenxa yam,+ ekubeni unikele umyalelo womgwebo.+

  • INdumiso 50:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Yaye amazulu axela ubulungisa bakhe,+

      Kuba uThixo nguMgwebi.+ Seʹlah.

  • IZenzo 17:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”

  • Roma 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ungubani na wena ukuba ugwebe isicaka sendlu somnye?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kusenkosini yaso.+ Eneneni, siya kwenziwa sime, kuba uYehova unako ukusenza sime.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share