INdumiso 79:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Phalaza umsindo wakho ezintlangeni ezingakwaziyo,+Nakwizikumkani ezingabizanga egameni lakho.+ Isaya 64:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu.
7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu.