IMizekeliso 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Kuya kude kube nini na nina bangenamava nithanda ukungabi namava,+ yaye kuya kude kube nini na nina bagculeli+ ninqwenela ukugculela ngokuphandle, ibe kuya kude kube nini na nina ziyatha nikuthiyile ukwazi?+
22 “Kuya kude kube nini na nina bangenamava nithanda ukungabi namava,+ yaye kuya kude kube nini na nina bagculeli+ ninqwenela ukugculela ngokuphandle, ibe kuya kude kube nini na nina ziyatha nikuthiyile ukwazi?+