INdumiso 119:71 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 71 Kundilungele okokuba ndiye ndaxhwaleka,+Ukuze ndifunde imimiselo yakho.+ IMizekeliso 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ingqeqesho kaYehova, nyana wam, musa ukuyigatya;+ ungasenyanyi isohlwayo sakhe,+ 1 Korinte 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Noko ke, xa sigwetywa,+ siyaqeqeshwa nguYehova,+ ukuze singagwetyelwa+ isohlwayo kunye nehlabathi.+ Hebhere 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+
32 Noko ke, xa sigwetywa,+ siyaqeqeshwa nguYehova,+ ukuze singagwetyelwa+ isohlwayo kunye nehlabathi.+
6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+