7 ngoko ke uphindile emva kwexesha elide kangaka wamisa umhla othile, lowo abhekisela kuwo kwindumiso kaDavide ngokuthi “Namhlanje”; kanye njengoko kutshiwo ngasentla ukuthi: “Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu.”+