Eksodus 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Abantu bamela mgama, kodwa yena uMoses wasondela kwingqimba yelifu elimnyama awayekulo uTHIXO oyinyaniso.+ 1 Kumkani 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngelo xesha uSolomon wathi: “UYehova ngokwakhe wathi uya kuhlala kwintsunguzi yesithokothoko.+ INdumiso 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula ke wenza ubumnyama baba yindawo yakhe yokuzifihla,+Njengomnquba wakhe macala onke,Amanzi amnyama, iingqimba zamafu.+
21 Abantu bamela mgama, kodwa yena uMoses wasondela kwingqimba yelifu elimnyama awayekulo uTHIXO oyinyaniso.+
11 Wandula ke wenza ubumnyama baba yindawo yakhe yokuzifihla,+Njengomnquba wakhe macala onke,Amanzi amnyama, iingqimba zamafu.+