Ezra 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye emva kwako konke oku kusifikeleyo ngenxa yezenzo zethu ezibi+ nokuba netyala elikhulu kwethu—kuba wena,Thixo wethu, usijongele phantsi isiphoso sethu,+ yaye usinikele kwabo babesindile njengaba+— INdumiso 130:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuba ubulinda iziphoso,+ Ya,Owu Yehova, ngubani na obenokuma?+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
13 Yaye emva kwako konke oku kusifikeleyo ngenxa yezenzo zethu ezibi+ nokuba netyala elikhulu kwethu—kuba wena,Thixo wethu, usijongele phantsi isiphoso sethu,+ yaye usinikele kwabo babesindile njengaba+—
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+