IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 47:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Kuba uYehova, ongOyena Uphakamileyo, uyoyikeka,+

      UKumkani omkhulu emhlabeni wonke.+

  • INdumiso 145:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ubukumkani bakho bubukumkani ngawo onke amaxesha angenammiselo,+

      Nolawulo lwakho lukuzo zonke izizukulwana eziya kulandelelana.+

  • Isaya 14:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Yiyo leyo into endigqibe kuyo nxamnye nomhlaba wonke, yaye isandla sam ndisolulele kuzo zonke iintlanga.

  • Daniyeli 4:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Uya kugxothwa ebantwini, uhlale nezilo zasendle,+ udliswe utyani njengeenkunzi zeenkomo;+ uya kuwa phezu kwakho umbethe wamazulu, kudlule amaxesha asixhenxe+ phezu kwakho, ude wazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu,+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share