2 Kronike 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke liveni ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni+ yakhe yaye wonke umkhosi+ wamazulu umi ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+ Daniyeli 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi.
18 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke liveni ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni+ yakhe yaye wonke umkhosi+ wamazulu umi ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+
10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi.