1 Kumkani 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+ INdumiso 148:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Mdumiseni, nonke nina zingelosi zakhe.+Mdumiseni, nonke nina mkhosi wakhe.+ Isaya 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+ Luka 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwaza ngequbuliso kwabakho kunye nengelosi leyo inkitha yomkhosi wasezulwini,+ idumisa uThixo+ isithi:
19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+
24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+
13 Kwaza ngequbuliso kwabakho kunye nengelosi leyo inkitha yomkhosi wasezulwini,+ idumisa uThixo+ isithi: