Genesis 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ewe, ndimisela umnqophiso wam kunye nani: Ayisayi kuphinda inqunyulwe yonke inyama ngamanzi kanogumbe, yaye akusayi kuphinda kubekho unogumbe wokonakalisa umhlaba.”+
11 Ewe, ndimisela umnqophiso wam kunye nani: Ayisayi kuphinda inqunyulwe yonke inyama ngamanzi kanogumbe, yaye akusayi kuphinda kubekho unogumbe wokonakalisa umhlaba.”+