Genesis 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku uAbraham wayifudusa inkampu yakhe apho+ waya kwilizwe laseNegebhi waza wahlala phakathi kweKadeshe+ neShure,+ wahlala njengomphambukeli eGerare.+ Genesis 46:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokubhekele phaya, bayithabatha imihlambi yabo nempahla yabo ababeyiqwebile ezweni lakwaKanan.+ Ekugqibeleni bafika eYiputa, uYakobi nayo yonke inzala yakhe.
20 Ke kaloku uAbraham wayifudusa inkampu yakhe apho+ waya kwilizwe laseNegebhi waza wahlala phakathi kweKadeshe+ neShure,+ wahlala njengomphambukeli eGerare.+
6 Ngokubhekele phaya, bayithabatha imihlambi yabo nempahla yabo ababeyiqwebile ezweni lakwaKanan.+ Ekugqibeleni bafika eYiputa, uYakobi nayo yonke inzala yakhe.