Eksodus 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi uYehova kuMoses: “Yiya kuFaro, ngokuba mna—mna lo ndiyiyekile yaba lukhuni intliziyo yakhe neentliziyo zabakhonzi bakhe,+ ukuze ndiyimise phambi kwakhe le miqondiso yam,+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
10 Wathi uYehova kuMoses: “Yiya kuFaro, ngokuba mna—mna lo ndiyiyekile yaba lukhuni intliziyo yakhe neentliziyo zabakhonzi bakhe,+ ukuze ndiyimise phambi kwakhe le miqondiso yam,+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+