Yoshuwa 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+ INdumiso 143:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yegama lakho,+ Yehova, ngamana ungandigcina ndiphila.+Ngobulungisa bakho+ ngamana ungawukhupha umphefumlo wam ekubandezelekeni.+ Hezekile 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ndenza oko ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga, endandibakhuphe phambi kwamehlo azo.+
9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+
11 Ngenxa yegama lakho,+ Yehova, ngamana ungandigcina ndiphila.+Ngobulungisa bakho+ ngamana ungawukhupha umphefumlo wam ekubandezelekeni.+
14 Kodwa ndenza oko ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga, endandibakhuphe phambi kwamehlo azo.+