Duteronomi 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu? INdumiso 135:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathumela imiqondiso nemimangaliso phakathi kwakho, Yiputa,+KuFaro nakubakhonzi bakhe bonke;+
34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?