Numeri 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango! Numeri 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Kuya kude kube nini na indimbombozelela le ndibano ingendawo?+ Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli abandimbombozelela ngako.+ Duteronomi 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Nambombozela ezintenteni zenu nisithi, ‘Kungenxa yokuba esithiyile uYehova+ le nto wasikhuphayo ezweni laseYiputa+ ukuze asinikele esandleni sama-Amori, ukuba asibhubhise.+
2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango!
27 “Kuya kude kube nini na indimbombozelela le ndibano ingendawo?+ Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli abandimbombozelela ngako.+
27 Nambombozela ezintenteni zenu nisithi, ‘Kungenxa yokuba esithiyile uYehova+ le nto wasikhuphayo ezweni laseYiputa+ ukuze asinikele esandleni sama-Amori, ukuba asibhubhise.+