Numeri 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+
22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+