Yoshuwa 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+ Yoshuwa 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye oonyana bakaManase bangqineka bengakwazi ukuzithabatha zibe zezabo ezi zixeko,+ kodwa amaKanan azingisa ukuhlala kweli lizwe.+ ABagwebi 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+
10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
12 Yaye oonyana bakaManase bangqineka bengakwazi ukuzithabatha zibe zezabo ezi zixeko,+ kodwa amaKanan azingisa ukuhlala kweli lizwe.+
21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+