INdumiso 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Moyikeni uYehova, nina bangcwele bakhe,+Kuba abasweli abo bamoyikayo.+ INdumiso 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+ Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+