Eksodus 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+ INdumiso 89:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+ Isaya 36:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukuba kunokwenzeka uthi kum, ‘Sikholose ngoYehova uThixo wethu,’ asinguye na lowo uHezekiya ashenxise+ iindawo zakhe eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe, ngoxa esithi kuYuda neYerusalem, ‘Ufanele uqubude phambi kwesi sibingelelo’?”’+
11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+
6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+
7 Ukuba kunokwenzeka uthi kum, ‘Sikholose ngoYehova uThixo wethu,’ asinguye na lowo uHezekiya ashenxise+ iindawo zakhe eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe, ngoxa esithi kuYuda neYerusalem, ‘Ufanele uqubude phambi kwesi sibingelelo’?”’+