IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 kwanga ungeva usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze wenze ngokuvumelana nako konke oko akubizayo owasemzini;+ ukuze zonke izizwana zomhlaba zilazi igama lakho+ zize zikoyike njengabantu bakho amaSirayeli, ukuze zazi ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwe ngegama lakho.+

  • INdumiso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+

      UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+

      Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.

  • Isaya 57:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba utsho Ophezulu naLowo Uphakamileyo,+ ohlala ngonaphakade+ nogama lakhe lingcwele,+ ukuthi: “Ndihlala kwindawo ephakamileyo nakwindawo engcwele,+ kanjalo nakotyumkileyo nonomoya othobekileyo,+ ukuvuselela umoya wabo bathobekileyo nokuvuselela intliziyo yabo batyumkileyo.+

  • Hebhere 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share