1 Samuweli 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abaneleyo bamele baziqeshisele isonka,+Kodwa abalambileyo okunene bayayeka ukulamba.+Kwanodlolo luzele abasixhenxe,+Kodwa lowo wayenoonyana abaninzi uphelelwe.+ INdumiso 68:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UThixo ubangela abo babodwa ukuba bahlale endlwini;+Ukhupha amabanjwa afumane impumelelo epheleleyo.+Noko ke, abo baneenkani, bafanele bahlale elizweni elibharhileyo.+
5 Abaneleyo bamele baziqeshisele isonka,+Kodwa abalambileyo okunene bayayeka ukulamba.+Kwanodlolo luzele abasixhenxe,+Kodwa lowo wayenoonyana abaninzi uphelelwe.+
6 UThixo ubangela abo babodwa ukuba bahlale endlwini;+Ukhupha amabanjwa afumane impumelelo epheleleyo.+Noko ke, abo baneenkani, bafanele bahlale elizweni elibharhileyo.+