Duteronomi 28:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 “Ukuba uthe akwakunyamekela ukuwenza onke amazwi alo mthetho abhaliweyo kule ncwadi+ ukuba uloyike igama elizukileyo+ neloyikekayo,+ likaYehova+ uThixo wakho, Isaya 48:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yam, ngenxa yam ndiya kusebenza,+ kuba ubani angaziyeka njani na ahlanjelwe?+ Yaye andiyi kulunika nabani na ongomnye uzuko lwam.+ Hezekile 39:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye bonke abantu belizwe kuya kufuneka bangcwabe, ibe ngokuqinisekileyo oko kuya kuba ludumo kubo ngaloo mini yokuzizukisa kwam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova. Yohane 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bawo, lizukise igama lakho.” Ngoko ke kwaphuma ilizwi+ ezulwini lisithi: “Ndilizukisile yaye ndiza kulizukisa kwakhona.”+
58 “Ukuba uthe akwakunyamekela ukuwenza onke amazwi alo mthetho abhaliweyo kule ncwadi+ ukuba uloyike igama elizukileyo+ neloyikekayo,+ likaYehova+ uThixo wakho,
11 Ngenxa yam, ngenxa yam ndiya kusebenza,+ kuba ubani angaziyeka njani na ahlanjelwe?+ Yaye andiyi kulunika nabani na ongomnye uzuko lwam.+
13 Yaye bonke abantu belizwe kuya kufuneka bangcwabe, ibe ngokuqinisekileyo oko kuya kuba ludumo kubo ngaloo mini yokuzizukisa kwam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
28 Bawo, lizukise igama lakho.” Ngoko ke kwaphuma ilizwi+ ezulwini lisithi: “Ndilizukisile yaye ndiza kulizukisa kwakhona.”+