Duteronomi 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu. Yoshuwa 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku ukuba kubi emehlweni enu ukukhonza uYehova, zikhetheleni namhlanje ukuba ngubani na eniya kumkhonza,+ enoba ngoothixo ababekhonzwa+ ngookhokho benu ababengaphesheya koMlambo okanye oothixo bama-Amori enihleli ezweni lawo.+ Ke mna nendlu yam, siya kukhonza uYehova.”+ INdumiso 119:145 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 145 Ndibize ngentliziyo yam iphela.+ Ndiphendule, Yehova.+Imimiselo yakho ndiza kuyigcina.+
4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu.
15 Ke kaloku ukuba kubi emehlweni enu ukukhonza uYehova, zikhetheleni namhlanje ukuba ngubani na eniya kumkhonza,+ enoba ngoothixo ababekhonzwa+ ngookhokho benu ababengaphesheya koMlambo okanye oothixo bama-Amori enihleli ezweni lawo.+ Ke mna nendlu yam, siya kukhonza uYehova.”+