INdumiso 119:104 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 104 Ngenxa yemiyalelo yakho ndiziphatha ngokuqonda.+Kungenxa yoko le nto ndiwuthiyile wonke umendo wobuxoki.+ INdumiso 141:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Intliziyo yam musa ukuyithobela nantoni na embi,+Ukuba iqhubeke nezenzo ezibi ngobungendawo+Kunye nabantu abaqhelisela okwenzakalisayo,+Ukuze ndingadli izinto zabo ezimnandi.+ IMizekeliso 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukungabi nenyaniso nelizwi elixokayo zishenxisele kude kum.+ Musa ukundinika ubuhlwempu okanye ubutyebi.+ Mandidle ukutya endikumiselweyo,+ Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+
104 Ngenxa yemiyalelo yakho ndiziphatha ngokuqonda.+Kungenxa yoko le nto ndiwuthiyile wonke umendo wobuxoki.+
4 Intliziyo yam musa ukuyithobela nantoni na embi,+Ukuba iqhubeke nezenzo ezibi ngobungendawo+Kunye nabantu abaqhelisela okwenzakalisayo,+Ukuze ndingadli izinto zabo ezimnandi.+
8 Ukungabi nenyaniso nelizwi elixokayo zishenxisele kude kum.+ Musa ukundinika ubuhlwempu okanye ubutyebi.+ Mandidle ukutya endikumiselweyo,+
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+