IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 86:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndenzele umqondiso othetha ukulunga,

      Ukuze abo bandithiyileyo bawubone babe neentloni.+

      Kuba wena, Yehova, undincedile wandithuthuzela.+

  • INdumiso 102:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Musa ukubufihla ubuso bakho kum ngemini yokuba sezingxakini ezinkulu kwam.+

      Ndithobele indlebe yakho;+

      Ngemini yokubiza kwam, khawuleza, undiphendule.+

  • Isaya 51:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ngokuqinisekileyo uYehova uya kuyithuthuzela iZiyon.+ Ngokuqinisekileyo uya kuzithuthuzela zonke iindawo zayo eziphanzileyo,+ ayenze intlango yayo ibe njenge-Eden,+ nethafa layo eliyinkqantosi libe njengomyezo kaYehova.+ Kuya kufumaneka kuyo imigcobo nemihlali, umbulelo nelizwi loncuthu lwengoma.+

  • Isaya 66:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Njengendoda ehlala ithuthuzelwa ngunina, ngokunjalo nam ndiya kuhlala ndinithuthuzela;+ yaye kwimeko yeYerusalem niya kuthuthuzeleka.+

  • 2 Korinte 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Makabongwe uTHIXO noYise+ weNkosi yethu uYesu Kristu, uYise onenceba+ noTHIXO wentuthuzelo yonke,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share