2 Samuweli 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokubhekele phaya, xa wanikela imibingelelo, uAbhisalom wathumela wabiza uAhitofele+ umGilo,+ umcebisi kaDavide,+ esixekweni sakowabo iGilo.+ Kwaye laya lisomelela ngakumbi iyelenqe,+ nabantu baqhubeka besanda+ kuAbhisalom. 2 Samuweli 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke yena uAbhisalom nabo bonke abantu, amadoda akwaSirayeli, bafika eYerusalem;+ noAhitofele+ wayenaye.
12 Ngokubhekele phaya, xa wanikela imibingelelo, uAbhisalom wathumela wabiza uAhitofele+ umGilo,+ umcebisi kaDavide,+ esixekweni sakowabo iGilo.+ Kwaye laya lisomelela ngakumbi iyelenqe,+ nabantu baqhubeka besanda+ kuAbhisalom.
15 Ke yena uAbhisalom nabo bonke abantu, amadoda akwaSirayeli, bafika eYerusalem;+ noAhitofele+ wayenaye.