INdumiso 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+ IMizekeliso 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nyana wam, musa ukuwulibala umthetho wam,+ yaye ngamana intliziyo yakho ingayigcina imiyalelo yam,+ Isaya 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nomsebenzi wobulungisa bokwenyaniso umele ube luxolo;+ nenkonzo yobulungisa bokwenyaniso, ukuzola nonqabiseko ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Isaya 48:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Owu ukuba nje kuphela okunene ubunganikela ingqalelo kwimiyalelo yam!+ Ngoko uxolo lwakho beluya kuba njengomlambo,+ nobulungisa bakho njengamaza olwandle.+ 1 Korinte 14:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kuba uThixo unguThixo, kungekhona owesidubedube,+ kodwa owoxolo.+ Njengakuwo onke amabandla abo bangcwele,
3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+
3 Nyana wam, musa ukuwulibala umthetho wam,+ yaye ngamana intliziyo yakho ingayigcina imiyalelo yam,+
17 Nomsebenzi wobulungisa bokwenyaniso umele ube luxolo;+ nenkonzo yobulungisa bokwenyaniso, ukuzola nonqabiseko ukusa kwixesha elingenammiselo.+
18 Owu ukuba nje kuphela okunene ubunganikela ingqalelo kwimiyalelo yam!+ Ngoko uxolo lwakho beluya kuba njengomlambo,+ nobulungisa bakho njengamaza olwandle.+
33 Kuba uThixo unguThixo, kungekhona owesidubedube,+ kodwa owoxolo.+ Njengakuwo onke amabandla abo bangcwele,