Genesis 50:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UYosefu wabona oonyana bakaEfrayim besizukulwana sesithathu,+ kwanoonyana bakaMakire,+ unyana kaManase. Bazalelwa emadolweni kaYosefu.+ Yobhi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yazalelwa oonyana abasixhenxe neentombi ezintathu.+ Yobhi 42:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwakhona waba noonyana abasixhenxe neentombi ezintathu.+
23 UYosefu wabona oonyana bakaEfrayim besizukulwana sesithathu,+ kwanoonyana bakaMakire,+ unyana kaManase. Bazalelwa emadolweni kaYosefu.+