INtshumayeli 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khangela! Eyona nto ilungileyo ndiyibonileyo, nentle, kukuba ubani adle, asele aze abone okulungileyo ekusebenzeni kwakhe nzima+ akusebenzayo phantsi kwelanga ngemihla yobomi bakhe amnike yona uTHIXO oyinyaniso, kuba kusisabelo sakhe oko. Isaya 65:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Abayi kwakha kuhlale abanye; abayi kutyala kudle abanye. Kuba njengemihla yomthi iya kuba njalo imihla yabantu bam;+ nomsebenzi wezandla zabanyuliweyo bam baya kuwusebenzisa ngokupheleleyo.+
18 Khangela! Eyona nto ilungileyo ndiyibonileyo, nentle, kukuba ubani adle, asele aze abone okulungileyo ekusebenzeni kwakhe nzima+ akusebenzayo phantsi kwelanga ngemihla yobomi bakhe amnike yona uTHIXO oyinyaniso, kuba kusisabelo sakhe oko.
22 Abayi kwakha kuhlale abanye; abayi kutyala kudle abanye. Kuba njengemihla yomthi iya kuba njalo imihla yabantu bam;+ nomsebenzi wezandla zabanyuliweyo bam baya kuwusebenzisa ngokupheleleyo.+