INdumiso 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+ INdumiso 115:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kubasikelela abo boyika uYehova,+Abancinane kwakunye nabakhulu.+ INtshumayeli 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nangona umoni esenza okubi+ izihlandlo ezilikhulu aze aqhubeke ixesha elide kangangoko ethanda, ndiyaqonda ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uTHIXO oyinyaniso,+ ngenxa yokuba babesoyika yena.+
4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+
12 Nangona umoni esenza okubi+ izihlandlo ezilikhulu aze aqhubeke ixesha elide kangangoko ethanda, ndiyaqonda ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uTHIXO oyinyaniso,+ ngenxa yokuba babesoyika yena.+