Roma 8:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba sasindiselwa kweli themba;+ kodwa ithemba elibonwayo asilothemba, kuba xa umntu eyibona into, ngaba usenethemba layo na? Hebhere 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.
24 Kuba sasindiselwa kweli themba;+ kodwa ithemba elibonwayo asilothemba, kuba xa umntu eyibona into, ngaba usenethemba layo na?
18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.