IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 8:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Nohlala emnyango wentente yokuhlangana imini nobusuku imihla esixhenxe,+ niyigcine imbopheleleko yenu kuYehova,+ ukuze ningafi; kuba ndiyalelwe ngaloo ndlela.”

  • 1 Kronike 9:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ezi yayiziimvumi,+ iintloko zooyise babaLevi kumagumbi okudlela,+ nezazikhululekile kwizabelo zazo;+ kuba imini nobusuku kwakuyimbopheleleko yazo ukuba semsebenzini.+

  • INdumiso 130:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Umphefumlo wam ulindele kuYehova+

      Ngaphezu kwabalindi bakusasa,+

      Belindele intsasa.+

  • Luka 2:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 yaye wayengumhlolokazi+ ngoku oneminyaka engamashumi asibhozo anesine ubudala), owayengazange aphoswe kukuba setempileni, enikela inkonzo engcwele ubusuku nemini+ ngokuzila ukutya nezikhungo.

  • ISityhilelo 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kungenxa yoko le nto bephambi+ kwetrone kaThixo, benikela inkonzo engcwele+ kuye imini nobusuku etempileni yakhe; yaye Lowo uhleli etroneni+ uya kutwabulula intente+ yakhe phezu kwabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share