INdumiso 115:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abo bazenzayo baya kuba njengazo kanye,+Bonke abo bakholosa ngazo.+ Isaya 44:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+
9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+