Yeremiya 18:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Makuvakale isikhalo ezindlwini zabo, xa ubazisela ngequbuliso amatutu.+ Kuba bembe umhadi ukuze bandithimbe, neenyawo zam bazifihlele izibatha.+ Luka 11:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 bemlalele,+ ukuze bambambe+ ngentetho yakhe. Luka 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva kokumqwalasela ngokusondeleyo, bathuma abantu abaqeshwe ngokufihlakeleyo ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise+ ngentetho, khon’ ukuze bamnikele kurhulumente nakwigunya lerhuluneli.+
22 Makuvakale isikhalo ezindlwini zabo, xa ubazisela ngequbuliso amatutu.+ Kuba bembe umhadi ukuze bandithimbe, neenyawo zam bazifihlele izibatha.+
20 Emva kokumqwalasela ngokusondeleyo, bathuma abantu abaqeshwe ngokufihlakeleyo ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise+ ngentetho, khon’ ukuze bamnikele kurhulumente nakwigunya lerhuluneli.+